08/09/2021
siye saya eShop ker nechomm yam safika kukho abafana ababini ngasegeyithini sabulisa bavuma sahamba sayongena eShop ngaphakathi sathenga ichips isitoki bhisikithi sahamba Saya emlanjeni safika sahlala ker sicokola
mna:waqhibela Nini ukuya emthatha
mesu:ngala mini ndandiyo kubona umntu wam 😍😭
mna:yho shem wayekela ntoni ukuya kuSipho🙈
mesu:haybo Ntombi kutheni wabuza khona kutheni waziqhuma amehlo😩🥺
mna:haybo ndonqena undiphoxe ndiya kwazi kaloku wena Xa ndikubuza ngoSipho usuke ubenomsindo 😒
mesu:Xolo ker soze ndiphinde ndibenomsindo 😒
mna:Xa ubuqalelani😩
mesu: bendisenziswa ngumsindo😒
mna:yintoni lena ikwenza ubenomsindo 😩
mesu:😩😩😩😭😭
mna:haybo 🥺
mesu:u-s-p-h-o uyandi😭😭😭😭
mna:ukwenzani😭😩😩
mesu:cela singathethi ngalento😭😭
mna:njanii ukuba singathethi ngayo kodwa uyakubetha lomntu😭😒
mesu:ngumntu wam njer unelungelo lokundibetha 🥺
mna: uphambene wena rhaa unelungelo njani kodwa akakulobolanga 🥺🥺🥺🥺
Mesu:funeka ade alobole naa 😒
mna:ewe chinii🥺
mesu:kodwa mna ndiyamthanda noba akalobolanga😒
mna:noba uyahlanya😒 khona yintoni lena uyinyamezele kulomntu kodwa uyakubetha 🥺🥺
mesu:Kuba ndiyamthanda naye uyandithanda❤️
mna:lomntu ukubethayo 💔🥺😭
mesu:hay masiyiyeke ngok iphelelwe
mna:ohky ker Xa kutsho wena kodwa uyakuthi ndabditshilo ukuba lomntu uzakukuhluk*meza 🤞🤞
mesu:ohky ker Xa usitsho👎❤️
mna:masamba kuba mnyama ngok siye sahamba ker wangena kokwabo nam ndangena ekhaya❤️❤️