Sima’s Doek and Scarf

Sima’s Doek and Scarf Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Sima’s Doek and Scarf, Clothing (Brand), Clairwood, Durban.

01/03/2025

🥳🥳🥳🥳🥳congratulations to our winners 🥳🥳🥳🥳

Ongy Balangile
Liina S Madingata

Enkosi kumntu wonke ebezamile🙏🙏❤️❤️ Kuzolunga next time

Another competition ‼️‼️‼️‼️I have 10 doek’s to give away for abantu ababini, umntu ngamnye uzofumana 5. I competition i...
20/02/2025

Another competition ‼️‼️‼️‼️
I have 10 doek’s to give away for abantu ababini, umntu ngamnye uzofumana 5.

I competition ihamba kanje, uzo comment kule post ucele your friends to like I comment yakho and follow my page. I comments ezimbini ezine likes e zininzi zizo ezizowina I doek.
Iyavalwa i competition nge 28 February 2025

Ningalibali ukuba ndiyathunga😊😊 kwaye ndine special semibhiqo  R400 each 2 nge R700. Ndise Durban ndiyaposa xa ukude 060...
08/02/2025

Ningalibali ukuba ndiyathunga😊😊 kwaye ndine special semibhiqo R400 each 2 nge R700.
Ndise Durban ndiyaposa xa ukude 0608635749

06/02/2025

Ningalibali ukuthenga amalaphu okuthwala😊

Durban Runner if you need anything around Durban I’m your girl. Ufuna ukuqala i business uzithengisele okanye ufuna ukuz...
05/02/2025

Durban Runner

if you need anything around Durban I’m your girl. Ufuna ukuqala i business uzithengisele okanye ufuna ukuzithengela wena ndikhona🙏🙏🙏🙏

Amalaphu okuthwala  new price list for 2025‼️‼️‼️‼️ 1 meter long R50 each,  buy 10 nge R4002 meter long R80 each, buy 10...
16/01/2025

Amalaphu okuthwala new price list for 2025‼️‼️‼️‼️

1 meter long R50 each, buy 10 nge R400
2 meter long R80 each, buy 10 nge R650
Call or WhatsApp 0608635749
Ndise Durban ndiyaposa

30/11/2024

Pupupupu🎊🎊🎊🎊🎊🥳🥳
The winner is Liina S Madingata

Enkosi kakhulu kuwo wonke umntu oye wangena kwi competition 🙏🙏❤️❤️❤️❤️

29/11/2024

Siyayivala i competition namhlanje💃💃 tomorrow morning I’ll announce the winner afumane iqhiya zakhe

Nizobaqhaqhafu nibenje kulo December ❤️❤️ yhuu azintle eziqhiya😊 Xa ufike ndi happy uyayifumana ne extra doek🫠
28/11/2024

Nizobaqhaqhafu nibenje kulo December ❤️❤️ yhuu azintle eziqhiya😊 Xa ufike ndi happy uyayifumana ne extra doek🫠

Doek R70 each 1 meter long Ayi 10 nge R400 xa ufuna ukuqala  business ubenemali ethi wena kulo DecemberCall or WhatsApp ...
18/11/2024

Doek R70 each 1 meter long
Ayi 10 nge R400 xa ufuna ukuqala business ubenemali ethi wena kulo December
Call or WhatsApp 0608635749
Courier 🚚 nationwide

18/11/2024

Iyawuza I competition ngathi ikude le 29😂

“Ingxaki ndiyoyika ukuthenga emntwini endingamaziyo” Ndizozi post oko nizondazi bantu bam khululekani 😂😂😂❤️❤️
16/11/2024

“Ingxaki ndiyoyika ukuthenga emntwini endingamaziyo”

Ndizozi post oko nizondazi bantu bam khululekani 😂😂😂❤️❤️

Address

Clairwood
Durban
4052

Telephone

+27608635749

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sima’s Doek and Scarf posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Sima’s Doek and Scarf:

Share