20/03/2023
Ubomi bakho bulawulwa ngamagqwirha. Izinto zakho, uyazama azenzeki.Imali iphelela ematyaleni wobutywala nasezintweni ezingenamsebenzi. Awuphangeli i CV yakho xa uyoyifaka iyashwatyaniswa ngongendawo, emtshatweni okanye kulomntu uthandana naye, nenziwa nixabane ningavani. Awuvani ne Family yakho kwaye akho sizathu esingunobangela woko.
Wavalwa kwathiwa ufunda nje soze uphumelele.
Ngale mini yanamhlanje ndithi zonke into zakho mazibuyele kuwe.
God is in control of your situation.
Thixo qhawula lo ma chain abophe abantwana bakho by Fire 🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥by force in the mighty name of Jesus. AMEN