28/08/2021
....kwayela madoda nizintoni nar zolo lokhu benizintloko zamakhaya .. manjer nizizilwanyana .. oooh ..
usana oluncinci likhala phantsi kwendondendala kodwa eziphindaphi indoda enamazinyo aphelele .. madoda niyonwabele nar into eyenzeka kwelilizwe ..