Ubomi be gintsakazi

Ubomi be gintsakazi Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ubomi be gintsakazi, Women's clothes shop, Philippi.

17/09/2023

.nantsi le page support please

17/09/2023

.hey guys I'm really sorry for unqaba butt asisekho kulena ipage sikwenye ethi 'Ndandingatsho ba ndize ndibe li gintsakazi' sorry guys but I don't have a choice,so zendibhale napha dzodinga ingxaso yenu

Molweni zithandwa zam ndibuyile strong futhi.❤️❤️Kebethunana niyacelwa kulomzi “ubomi ngaphandle kamama” akuka fakwa ins...
25/04/2022

Molweni zithandwa zam ndibuyile strong futhi.❤️❤️

Kebethunana niyacelwa kulomzi “ubomi ngaphandle kamama” akuka fakwa insert iseyi introduction only. Cela nixhase klk babhem ndiyanicela kakhulu futhi.❤️❤️ Libali lika Liminathi Gasa Eliya please guys she's needing your support there.❤️

Next chapter is loading.🥰🥰

Umbhali wenu ♥️🤗😍🌍❤️
09/10/2021

Umbhali wenu ♥️🤗😍🌍❤️

09/10/2021

Sorry gyz I foun I cime ndibhala ndizobhala pha later but andakho sure nge xesha

09/10/2021

Chapter 1

Tttt ibiyi Alarm leyo ndiye ndavuka ndahlamba ndanxiba I bum shot, sport bra ne teki ka Adidas . Ndahla ndaya e zantsi ndafika kukho I fam. yonke . Ndabulisa bavuma ndatya ndacelimali ku Oledy wandinika I R800. Ndiye ndaya kulo Thando. Ndifike zihleli zonke ndabulisa bavuma.

Me : Aiibo gyz akho nezozinto zibandayo nah?
Sethu : Zithenge kllk Awt yam
Thando : Ha.a marn masiyen e McDonald or kanjan.
Thina : Eww unyanisile
Zintle : sinxiben ntoni ker gyz ?
Them : sizoxelelwa ngu Olo
Me : Aiibo gyz?! ohk sinxiba I jeans ezi black zika Redbet ne top ezi white ne teki zika Redbet ne kep ka Zibheke I right neh?
Them : Yha Yha uyitshilo
Thando : so simeleni makuhanjwen kuyo nxitywa
Thina: sure

Siye saya koma kwethu ker. Ndiye ndanxiba ngelahlobo besitsho ngalo ndehla ndafika. Ndiye ndanxiba ngelahlobo benditsho ngalo.

Ndiye ezantsi babe ke Omama bendincoma u buhle ker. Ndiye ndaphuma ndaya ko T sahamba nge Moto yam sabe sincokola pha e ndlelen. Sade safika e McDonald. Sa ord kwafika u kutya sincokola ne girls zam.

Sethu : Gyz jongan emnyango.
Nathi siye sajonga xa ndisithi yjoo ababahle ababafana babe bengena behleka. Bayohlala ecakwetafile yethu.

Me : Yjoo Gyz bahle ha.a ndiyabavuma.😍🤗
Them : Hmm ea noncoma indzondza heeeeeer ha.a bahle nyan sarn.
Zintle : jonga Gyz baza kuthi.♥️🌍

Baye beza ker .

Guy1 : HeY girls
Thina : HeYY 😍♥️
Guy 2 : no need sinibuze ipilo ngoba niyabonakala ni right ❤️
Thina : Hmmmm
Guy 3 Ohk majita masizazisen. mn ndingu Lubabalo
Guy 4 : Lubanzi
Guy 5 : Nathi
Guy 2 : Buchule
Guy 1 : Oyintando

Lo Oyintando wakhona ndithi Oko endijongile encume

Zintle : siyavuya unazi mn ndingu Zintle if uyathanda ungandincokolisi ngo Zee
Thando : mn ndingu Thandolwethu if uyathanda ungandibiza Thando or T
Bazazisile ker phandle kwam.

Ntando : sicele ukwaz baby girl ♥️👅
Me : uxela mn ☺️?
Ntando : Eww ml ❤️
Me : ohh ndingu Ollotthando Xa uthanda ungandibiza Ollo
Them : siyavuya ukwaz ker Ollo
Setthu : ubufuna de ubuzwe wedwa

06/10/2021

Gyz ndisapheka ndizophaka pha ngo 19:15 nizolala nitye izitya eziyi two namhlanje

01/10/2021

INTSHAYELELO

HeY guys

Igama lam ndingu Olothando Zweli I have 18 years old.
Ndili yellow ndine demple ndidwebile ndiyakhaba no khaba ker xa ndinyelwa .
I live with my parents
Umama ngu Thandolwethu Zweli uneminyaka eyi 35 but xa umjongile ungacinga una 25 or 26 utaima yena ngu Vusi una 38 but xa umjongile ungacinga una 29 or 28 ibengu bhuti wam u Lwazi una 22 emva kwam kulandela u Namhla una 10ufunda u Grade 5 uyaphapha ker

Mn ndifunda u Grade 12 ubhuti wenza unyaka wakhe wesine e University aphande abene business zakhe

Umama yena ungu Doctor aphinde abene clubs ezi 2 ne hotels eziyi 3 andizazi ker ezinye I business zakhe

Yena u taima uligqwetha une Clubs 3 ne hotels 2 nezinye ker I business zakhe

I have 5 friends u
Lathitha una 18 naye sinza I same class uli dark elihle uyageza uyakhaba ker nimthembe.
Ibengu Zintle uli Yellow naye unjer ngo Lathi.
Ibengu Sethu uli dark naye uthule akathandi uthetha but xasethetha whoa uzithandela ama ndzondza qha .
Ibengu Lindokuhle uli Yellow elihle naye akahleki noba ayihlekisi .
Ibengu Thandolwethu uli Yellow uyakhaba uyathanda u jaiva iyathetha ker eya I chomm

So sonke ne bitch zam sina 18 senza u Grade 12 eclas(in) eyi one

I best friend yam ngu Thandolwethu kubo bonke

Welcome emzini wethu emntsha

Invite your friends pllz gyz

Like
Share
Comment
❤️😍²

Address

Philippi

Opening Hours

Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 09:00 - 17:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubomi be gintsakazi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share