07/12/2020
Cont
Kwanyanzeleka ke uba uKhaya xanephinda eRautin ahambe kwelicala langase Blom kuba klk ubezoqala kulo Viwe ufikile ke kulo Viwe bamela bucala no mkhwe wakhe bancokola
๐ด:Nyana ndiyabona uphilile ndibonile uba mandkukhuphe kulezisele kuba nsisazi ukungcola kuka Sbari lomntwana ndiyamazi ulungile uAviwe but ingqondo yakhe itshintshwe ngu makazi wakhe so ke Radebe ndicela umnike ichance yasibini ake ayozama uk*melana nobufazi nokuzimela kwaye ndifuna uk*mbona uyakwazi na ukuvusa ikhaya na
๐จ:Ewe tata nsiyakuva khange ndithi ndiyamgxotha uNolly but ndithe emveni lwesisenzo sakhe makazikhethele eyonanto imlungeleyo ebomini bakhe wasuka ke esikolweni esithi usoveza kula family ka Makazi nalapha kowabo uba kwenzeke ntoni na so uba ufuna ukuphinda emzini wakhe maka phinde kodwa endingenokwazi ukuyinyqmezela into yona yeyoba emana ehamba evula imilenze aphinde athi ungu mfazi wam hayi ngeke ndikwazi
๐ด:Nyanisile kwelo cala mkhwenyana andimazi noba uyithatha phi lonto kuba zangebsaphuma ecaleni thina nonina zange nsake ndambamba nendoda yena naye zange ake andibambe nadikazi hayi singangena endlini uphunge nyanam
๐จ:Kulungile tata nsiyabonga ngoba ngumzali onomqolo but ke nhoku andisahambi ukuya egoli funeke ndiphindise umfazi wam ekhaya nsicela akhe eme esikolweni nomsebenzi ayosebenzela ngaphaya noba kuse mthatha ke ebuncinaneni
๐ด:Owuuu kulungile mntanam kubonga mna emva koba ekwenzele lemikhuba umntanam wena uphinde umxolele uyindoda enyanisekileyo
Baye bayongena endlinike bonwabile bexhawulana๐คklk umenzi uzifumanele umzali kuyise ka Ibiwe futhi klk yena akangeni ndawo ekungalungini kwentombi yakhe
๐จ:Molweni ekhaya
๐ง:Ewe molweni mntanam kunjani mkhwenyana??๐๐
๐จ:Ndiyaphila mkhwekazi kunjani kuwe??๐๐
๐ง:Hayi kuhle mntwana asiboniswa nto
Kwathuleka okomzuzwana
๐จ:Kunjani kuwe Nolimise??
Ekhopho khophoza echuba nezandla
๐ฉ:Ndiyaphila nam tatakhe akhonto kunjani kuwe??๐
๐จ:Nak*m kunjalo
๐ง:Viwe senzele itea siphunge klk
๐ฉ:Kulungile mama
Yenziwa ke lo tea but kubi apha endlini kuthulekile nje weza nayo uIviwe le tea kwaphungwa ke
๐ง:Mntanam ndiyayixolisela into eyenziwe ngu Iviwe no makazi wakhe ingcolile futhi ibihlungu ewe ndingudade wabo uAndiswa but le ayenzile into yeyokugqibela ndicela xa uze apha ekhaya ukhululeke thina siyakuthanda ngoba wasiqoqela umntwana sinebhongo ngawe Rhadebe
Ndiyakuva mama nam ndiyabulela uba ningandilahleli zandla ndiyabonga kakhulu ndizocela usapho lwam ke ngoku sihambe