Ntombie Ncedani

Ntombie Ncedani Asemahle ♥️
Iminathi ♥️
Likuwe♥️
Ithalam♥️

19/06/2026

siyayibiza ke Ngoma kungasa sigwaba♥️♥️

morning 🌄
19/06/2026

morning 🌄

18/06/2026

uzovuka uyofuna umsebenzi awunayo imali yogibela Thixo uzakupha icebo Xa uvuka💙🩶🤍

18/06/2026

Kwaba balele bengazi bazovuka batye nton sengase inkosi ingababusisa nge 10K ukuze bazibona Kahle ipost Zam masithi
Amen

18/06/2026

engagement another day another dollar 💰

18/06/2026

I'm in the top 5% of Thozama Pita fans. I earned 269 points on their weekly engagement list last week.

18/06/2026

ndikwi fasting for 3days

18/06/2026

Xa unenqondo encinci yonke into esiyibhala apha uzoyithathela phezulu🫨

18/06/2026

thina sasingatsho Uba umntu omdala udakiwe kwabangathi siyadele sasithi uhluthi kodwa NGK abantwana akanxile umama Kabi okanye utata kabani yhoo lilikhulu elogama kuthi🫣

18/06/2026

challenge endikiweyo yayi ndibangazama akuzameki

Address

Luxeni
Qumbu

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ntombie Ncedani posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share