13/11/2025
Introduction
Igama lam ndingu Siyamthanda Sibiya sizalwa sibathathu ekhaya Khanya Sibiya( first born ),Lizokwanda Sibiya (second born) kuze mna igqibelo.Sizalwa ngu Nosakhele Sibiya kunye no Gcinumzi Sibiya abazali bethu bebengena mali inintsi kodwa bebezama umama ebethengisa veg edolophini utata esise security Kwa Sassa besiphila ngalo mali ndingatsho ndithi ibisonela ngoba alikho ilanga esake salala singatyanga nasezimpahleni besingahlupheki kakhulu. Ngokuba ebeqala umama athengele omnye aze alalandele ngomnye besisele siyazi ukuba kwenziwa kanjani
Kulonyaka ubhuti ebesiya university usisi ezoqala grade 12 mna bendisenza grade 10 ndizoyo ngena high School ngokuba junior yam ibiphela ku grade 9. Into ibindenza ndonwabe kukuba ndizofunda apho kukho usisi ibingathi akapheli lo December kuzoba ngu January sibuyele esikolweni.Bendisegumbini lethu lokulala mna bendilala noSisi kungena umama kulomzi ibindim owokugqibela ekuvukeni
Mama: Siya mntanam uxolela ufa yindlala kwezibhayi
Me: ohh mama ngobaxa izinto bendisele ndisuk*ma
Mama: Lonto waloko usitsho suk*ma isidudu sikulindile ndifuna ukuthuma ngaphesheya
Me:okay mama
Bekukwenye ilala athanda uba ndise veg kuyo bendingayithandi landawo ngokuba abantu bakhona izinto bebezenza k*m bezindoyikisa uba ndidibene nomntu omdala uyifike enqwala intloko athi "Nkosana" ndoyika nobalisela umama ngalento yenziwa kulalali kodwa abantu abancinci bebengatsho endleleni sufike ndimincele ukuba ndingadibani nabantu abadala
like and comment for next insert